isiXhosa | Page 3 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Nantoni na ingenzeka

Ngaminazana ithile, uSikhukukazi, kunye namantshontsho akhe amathathu amancinci, babekunye noNkomo edlelweni.

UNkomo wayethanda ukutya ingca njengoko ehamba enqumla idlelo esiya kumhlobo wakhe, uSikhukukazi. Kodwa kwakunzima ngelo xesha. ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Ububele abuthengwa ngamali

Kwenye ilali ekude, kwakukho inkwenkwe eyayihlupheke kakhulu isalusa iigusha ukuze yondle intsapho yayo. Yayisoloko inobubele kwaye ibanceda abamelwane bayo kwaye iyintsikelelo kumakhulu notatomkhulu abamkhulisa eseyinkwenkwana. Igama layo ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Jeb’s chocolate

Posted on June 23rd, 2022
Author:
Written by Lesley Beake

 Illustrated by Tamsin Hinrischsen

Kutheni iimbila zingenamisila

Kudaladala, izilwanyana zazingenamisila. Zazingonwabanga kakhulu yile nto, zaza zabiza intlanganiso ngakumngxuma ezisela kuwo.

UMbila wabukela njengoko izilwanyana zazigqitha endleleni eya entlanganisweni.

“Khawuleza! Kufuneka siye ...

* Read this story aloud* to children who are learning to read 
* Support beginner readers* (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

When the Creator decided to give the animals tails, all the animals woke up early and went as fast as they could to collect their tails. All except Dassie who sat on a rock in the sun and sent his friend, Tortoise, the slowest animal, to fetch a tail for him …

Ihobohobo elincinci elizigwagwisayo

Kudala-dala kwaye kukho ihobohobo elincinci elalizigwagwisa ngeentsiba zalo ezintle ezityheli nomlomo walo okhazimlayo omnyama. Lalihlala kwiingcongolo ezingasemlanjeni likhwaza nabani na owayenokuliphulaphula, “Ndijonge! Andimhlanga? Jonga ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Weaver bird loved to boast about his beautiful bright feathers and sparkly nest made of shiny paper and sweet wrappers. He mocked the other animals for their dull appearance and dull homes. But they knew that sometimes it was better to be dull and safe than to shine brightly.

Injani ingelosi?

Ngenye imini esikolweni, uTitshalakazi uJane wabaxelela ngeengelosi. USharon wayenemincili yinto ayifundileyo kangangokuba wabalisela umama wakhe ngazo zonke izinto ezintle ezenziwa ziingelosi ukufika nje kwakhe ekhaya ngaloo mini.

“Mama, ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Iyure yomlingo

Kwixeshana nje elingephi elidluleyo, phofu xa ukhokho kakhokho wam wayeseyintombazana, inkukhu nenkomo zazingabahlobo.

Ngenye imini, xa zazihamba emasimini, uNkukhu waphakamisa iintsiba zakhe waza watshikizisa isisila sakhe. Wayesoyika. ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

A ghost in Granny's pyjamas

Posted on January 9th, 2022
Author:
Story by Kai Tuomi

Illustrated by Magriet Brink and Leo Daly

The giraffe and the fox

Posted on January 7th, 2022
Author:
Nicky Webb

Why the bat flies at night

Posted on January 7th, 2022
Author:
Story by Kgosi Kgosi