Konke kwaqala mhla uMomma uMoeng wenza ingqayi yejem, eyenzela uMakhulu uMoeng njengesipho sosuku lokuzalwa kwakhe. USana uBeka lwafumana eyona bhaloni luyithandayo embala uzuba. Wayefuna ukuyinika uMakhulu ngosuku lokuzalwa kwakhe. UMomma uMoeng ...