Kudala kakhulu, kwisixekwana esiseluxolweni saseMudavula, kwakuhlala ulovane olonqena kakhulu. Ngelo xesha, zonke izilwanyana zazilima ukuze zizondle zona neentsapho zazo. Zonke ngaphandle koLovane. Ngenxa yokonqena kwakhe, wayengafuni ukusebenza ...