Kwaye kukho intombazana egama linguZimkhitha eyayikuthanda kakhulu ukuhleka. Kwakumcaphukisa kakhulu utata wakhe oku kuhleka. Ngenye imini wayemgodusa ngemoto, bevela esikolweni. Bathi xa befika ekuqaleni kwesitalato sabo, wabe sele edikwe nyhani! ...