isiXhosa | Page 16 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Wonke umntu ukhethekile

Ngenye imini uMandla wayezihambela ehlathini xa wathi wabona uNdlovu ezitshiza ngamanzi emlanjeni. Wayekhangeleka onwabe kakhulu uNdlovu. Iindlebe zakhe ezinkulu zibhakuzela emacaleni ngexa wayezitshiza ngamanzi, esebenzisa umboko wakhe ...

Kutheni iinkawu zihlala emithini

UNgonyama wayengukumkani wezilo. Umgqumo wakhe owoyikekayo wawusenza amagqabi emithini angcangcazele. Ixesha lakhe elininzi wayezingela ukutya aze agcakamele ilanga alale. Wayezidla ngaloo mgqumo wakhe woyikekayo, ezidla ngamazinyo akhe neenzipho ...

Oyena-yena mhlobo ndimthandayo

ULayla wayezithanda iiphazili eziyimifanekiso. Wayethanda nje yonke into ngazo − ukususela emfanekisweni osebhokisini ukuya kumzuzu afaka ngawo iceba lokugqibela endaweni elingena kuyo kwiphazili. Wayethanda nkqu nesandi kunye nendlela la maceba ...

WRAD 2020 isiXhosa

Ufudo lukhwela iteksi

UNkululeko nomama kunye notata wakhe yayiziimfudo. Babehlala bonke emazantsi esitiya.

 

Kaloku iimfudo azidingi zindlu njengathi bantu kuba zihlala kumaqokobhe azo. Kwaye ke enye into onokuba uyayazi ngeemfudo, yeyokuba zicotha ...

Eyona jezi ayithandayo uKoketso

UMvulo isoloko ilusuku olunevasi eninzi kakhulu kwaMakhulu. Rhoqo ngoMvulo, kwakusasa kakhulu, uMakhulu ukhupha ibhafu yenkcenkce ze ayixhome phezu kwetafile elapho eyadini. Emva koko uthi abilise amanzi ngeketile. Kufuneka abilise iiketile ezininzi ...

UGus, igorila engumcuphi

UGus kunye noGabby, iigorila ezimbini ezilungileyo nezinobubele, zazihlala kwindawo ekhethekileyo kumyezo wolondolozo-zilwanyana. Babenendlwana encinane yokulala, kwakunye noojingi abayijim yokuphinyela nokugwencela eyenziwe ngeepali ukuze badlale ...

Isuphu yelitye

Kudala-dala kwamhlamnene, kwakukho indoda eyayihamba igoduka emva kokuba yayityelele iindawo ezininzi nezahlukileyo zase-Afrika kuhambo lweminyaka emininzi. Le ndoda yayibhityile kwaye ilambile, kwaye nemali yayo yayiphele tu. “Ndidinwe ...

Indlela eyayifumana ngayo inciniba intamo yayo ende

UMnumzana Nciniba wayenobubele, elungile kwaye wayemthanda kakhulu uNkosikazi Nciniba. Wayesoloko emncedisa kuyo yonke into ayenzayo.

 

Ngenye imini, uNkosikazi Nciniba wazalela amaqanda asixhenxe kwindlwana yakhe eyayikwisigingqana ...

Isiporho esinxibe iipijama zikaMakhulu

Ngobunye ubusuku obumnyama thsu, u-Onke wayelele yoyi kwibhedana yakhe encinane, eyayikwigunjana lakhe, kwindlu awayehlala kuyo noMama, uPapa, uMakhulu, kunye nenjana esisilo-qabane sakhe uPuppy. UPuppy wayelele naye kwingutyana ebomvu emazantsi ...

  • Read this story aloud* to children who are learning to read 
  •  Support beginner readers* (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own