isiXhosa | Page 12 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Urhec’isibhakabhaka

Yayiyimini yemvula, uJosh wayehleli etafileni yasekhitshini esenza ikayiti. Wayenamacwecwe akhaphukhaphu amaplanga awayewasebenzisela ukwenza isakhelo sekayiti. Wayenawo namaphetshana athambileyo emibala ezuba nabomvu amanye eluhlaza ekhona napinki. ...

Umenzi wemvula

Kudala-dala kwindawo yaseKgalagadi, kwakukho ixhego elalinamandla elalibizwa ngokuba guRapula. URapula wayenesinye seziphiwo ezizezona zikhulu ehlabathini. Wayenamandla okuyondelelanisa amafu xa ebeqelelene. Wayenamandla okwenza imvula. Wayesaziwa ...

Indlulamthi nempungutye

Kudala-dala kwakukho abahlobo abakhulu, indlulamthi kunye nempungutye eneendlebe ngathi ngamalulwane. Babengamachule okweba kwaye kwixesha elininzi bebekunye kungekho nto ingako bayenzayo.

Ngenye imini uMpungutye wayelambile. “Yiza, mhlobo ...

  •  Read this story aloud to children who are learning to read 
  •  Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

UDumi imbila

UDumi iMbila ucambalele ngomqolo, ugcakamele ilanga ejongise phezulu isisu sakhe esimpukumpuku phezu kweliwa elikhulu, elimcaba. Wayesozela seleza kubiwa bubuthongo xa wayesiva intsini ithulwa phezulu. Uvule iliso elinye, ecubhukile. Iimbila ...

Temo and the plant thieves

Posted on November 8th, 2018
Author:
Kgosi Kgosi

The woman of the mountain

Posted on November 8th, 2018
Author:
Phumlani Mavimbela

The cat with the trombone

Posted on November 8th, 2018
Author:
Shasha Seakamela

The fabulous storybird

Posted on November 8th, 2018
Author:
Kerry Saadien- Raad

The big brass band

Posted on November 8th, 2018
Author:
Patricia de Villiers

Adun, the baboon, tricks Ananse

Posted on November 8th, 2018
Author:
Helen Brain