isiXhosa | Page 14 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Incwadi yethala leencwadi yokuqala kaThoko

UThoko wangena kwithala leencwadi ehamba kunye noMakhulu. Walithanda kakhulu ivumba lesakhiwo esitsha. Wazithanda kakhulu iishelufa zeencwadi kunye neetafile ezibengezelayo. Namhlanje wayenethemba lokufumana incwadi ekhethekileyo aza kuyifunda. ...

Ihlosi, intini nempuku

Kudala-dala mhlamnene, zonke izilwanyana zazibhityile. Oku kwakusenziwa 

Isibhakabhaka siyawa!

Ngenye imini ekwakugqatse ubhobhoyi uSikhukukazana waphuma esiya kufunaukutya.

...

Kutheni inyanga imana incipha iphinde ibenkulu

Kudaladala, uMama uNyanga wayekhanyisa isibhakabhaka rhoqo ebusuku. Wayenengubo ethungiweyo, eyayenziwe ngewulu nerhali entle yegolide. Ingubo yakhe yayibengezela kakhulu, kangangokuba kwakukho ukukhanya okwaneleyo ukuze bonke abantu bakwazi ukubona ...

Abahlobo bakaHanna

Utata kaHanna wayengumlobi weentlanzi. Waphuma ngokukhawuleza endlwini esiya elwandle. Wawangawangisa isandla evalelisa njengoko wayehamba. UHanna wayesazi ukuba uyise uza kungabisekhaya iintsuku ezininzi, kodwa xa ebuyela ekhaya, wayeza kubuya ...

Umzi oneefestile zegolide

USita wayehlala kwindlu encinci, eyiflethi, kwisitalato esixineneyo kwelinye icala lenduli. Usapho lwakhe lonke lwalusebenza nzima kakhulu. Umama wakhe wayesenza iisari ezintle kakhulu zoomama eli lixa utata wakhe enza iisuti zamadoda ...

Usuku lukaBhuti Mvundla oludikayo

“Andikufuni tu ukuya esikolweni namhlanje,” wancwina watsho ezolula uBhuti Mvundla ukuvuka kwakhe. “Ndinqwenela ukuhlala ekhaya ndilale imini yonke.”

 

Ekhitshini uMakhulu Mvundla wayexakekile, epheka isidudu. ...

  • Read this story aloud to children who are learning to read 
  • Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

The snake chief

Posted on July 10th, 2017
Author:
Diana Pitcher

Esona sitalato sigqwesileyo ehlabathini

ILong Street yayisisitalato esibanzi neside kakhulu. Ehlotyeni, xa uSonny nabahlobo bakhe bevela esikolweni, izihlangu zabo zazigcwala luthuli. Ebusika, izihlangu zabo zazigcwala udaka namanzi. Kodwa ngexesha leeholide zesikolo, kwakungekho mntu ...

Inkanyamba

UMarie-Lou Maritz wazalwa ngexesha lenkanyamba, inkanyamba eyayinamandla kakhulu neyaphantse yatshabalalisa wonke ummandla okwilalana yabalobi awayehlala kuyo. Kwancothuka amaphahla ezindlwini, kophuka zifestile, kwancothuka wena mithi neengcambu ...