isiXhosa | Page 13 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Topo's treehouse

Posted on July 13th, 2018
Author:
Kopano Sechele

Bear's Haircut

Posted on July 13th, 2018
Author:
Nola Turkington

UMpukwana

ULesedi wayesoyika yonke into nje. Wayesoyika izithunzi. Wayesoyika iingxolo. Wayesoyika neendudumo. Wayesoyika izinto ezininzi kakhulu kangangokuba bonke abantu babembiza ngokuba nguMpukwana.  

 

...

UNgwenya nenkwenkwe elahlekileyo

Kudaladala, inkwenkwana yayihleli ilila phantsi komthi wamafiya asendle ngakudonga lomlambo omkhulu. Yayilahlekile.  

 

Kude kufuphi nenkwenkwana, uNgwenya wayezibhuqabhuqa emanzini kwinyele yomlambo ebukele inkwenkwana. UNgwenya ...

Ndifuna ukuba yincutshe yompheki!

Kwidolophu yaseMahikeng, kwakuhlala inkwenkwana egama linguKabelo. Akukho nto awayeyithanda ngaphezu kokupheka uKabelo. Wayepheka ukutya okumnandi okwakuthandwa ngumntu wonke kusapho lwakhe. UKabelo wayekwayincutshe nasekubhakeni. Wayebhaka iikeyiki ...

Ingxowa yegolide

Ngenye intsasa indoda engenakhaya yavuka ngokwesiqhelo. Yayichithe ubusuku bephezolo ingqiba, icela ukutya, kodwa zange kubekho nomnye umntu oyenzela ububele.

Isisu sasigrugruza kuba yayilambe kakhulu. Iqhutywa yingxingo neentsizi ...

  •  Read this story aloud to beginner readers
  • Support pre-teens (up to 13 years old) by reading this story with them
  •  Children older than 13 years would enjoy reading this story on their own

UMulalo nesigebenga

...

Inkukhu egcadiweyo kaMakhulu

...

Linda ndide ndityebe ngokwaneleyo!

Kudala-dala, kwakukho ibhokhwe eyayihlala Phesheya kweNciba. Kunyaka ngamnye le bhokhwe yayihamba iye ezindulini eziluhlaza kwiinyanga zokuqala zasehlotyeni. Yayisiya apho kuba kwakukuninzi ngakumbi ukutya, ngoko ke ikwazi ukutya kangangoko ...

  • Read this story aloud to children who are learning to read 
  •  Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

UKoketso ulahle iinkukhu

Qho kusasa uKoketso wayencedisa umakhulu wakhe ekupheni iinkukhu ukutya kwihoko yazo engemva kwezindlu.

 

“Tyip, tyip, tyip,” wayekhwaza atsho uMakhulu zize iinkukhu zize zibaleka kuye. “Koko, koko, koko” zazisabela zitsho. ...