isiXhosa | Page 18 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Umhlobo othembekileyo

Ngenye intsasa iBuzi loMgxobhozo lalivele ngentloko ezingcongolweni ezaziseludongeni lomlambo. Lanqika impumlo yalo larhogela ukuze lijoje ukuba ngubani na okufuphi. Kwathi gqi amantshontshwana asandul’ ukuqanduselwa edada ejikela igophe, engathi ...

UMnumzana Mvundla Uhlangana noMnumzana Mandela

Nanko uMnumzana Mvundla ethwethwa ephuma ekhayeni lakhe elisehlathini. Isibhakabhaka sasithe wambu ngombala waso ozuba. Ingca iluhlaza yaka. Imithi iman’ ukuvobela ngenxa yaloo mpepho imnandi. Ihlathi lalizaliswe yiloo ntsholo yeengoma zeentaka. ...

Konke kwaqala ngenjana

“Ibali, ibali, khawuncede kaloku Gogo usibalisele ibali,” wacenga watsho uNeo. UBella wancuma waza wanqwala naye.

“Ewe, siyakucela wethu,” watsho uAfrika owayefunqulwe nguGogo.

UGogo wahleka. “Kulungile ke,” watsho, ...

Umthungi owayelilolo

UDell, umthungi weempahla wayehlala kwidolophana encinane ekufutshane nolwandle. UDell wayekuthanda ukuthunga iimpahla ezintle ezenzela abantu bale dolophu. Wayexakeke kakhulu esika kwaye ethunga yonke imihla. Wayexakeke kangangokuba wayengenalo ...

Isipaji sikamamlambo

Kwakusebusuku kakhulu ngexesha awabiwa ngalo bubuthongo uNolitha, entloko kuye kwakusazele oomamlambo, izinja zaselwandle kunye noomatiloshe. Phandle kwakuqhakraze iinkwenkwezi kwaye inyanga yaseAfrika yayinabise amathunzi kumhlaba owomileyo. ...

Olona suku lokuzalwa lwakhe lwalubi

Molweni, igama lam ndinguThando. Umama uthi wandithiya eli gama kuba undithanda kakhulu. Ndihlala nomama, ukanina wam uSantie, kunye nomakazi wam uSallie. USantie kunye nomama wakhe baqale ukuhlala nathi kwiiveki ezimbini ezidlulileyo. Umakazi ...

Ibrashi yokupeyinta yomlingo

Kukho ilizwe elikude kakhulu elibizwa ngokuthi yiTshayina. Kudaladala, kweli lizwe kwakuhlala inkwenkwana egama linguHo. UHo lo wayehluphekile, kodwa wayenobubele kakhulu. Wayesebenza nzima ukuze afumane imali eyoneleyo yokuthenga ...

  •  Read this story aloud to children who are learning to read 
  •  Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Aqala njani amabali

Kudaladala, kwakukho umfazi owayehlala nosapho lwakhe elalini ekumhlaba wobuKumkani bamaZulu. Rhoqo ngeCawe olu sapho lwalusihla luye kulwandlekazi olukhulu olwalukufuphi apho. Abantwana babesomba imingxuma entlabathini baze badlale nasemazeni. Lo ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

UMalusi kunye neGongqongqo laseBhafini

Akukho nalinye igama elingeyonyani kula alandelayo – ndiyathembisa. Ndiyafunga ngenene andisayi kuphosisa, kwaye ukuba ndithe ndaphosisa ndiza kutya impukane ihleli!

Mna kunye nosisi wam omdala kunam, uZandi, sithanda ukudlala egadini imini ...

  •  Read this story aloud to children who are learning to read 
  •  Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

UVusi noSinazo

UVusi wayeyithanda kakhulu inja yakhe egama linguDomino. UDomino wayemhlophe enamabala amathathu amnyama emqolo. Udade boVusi omncinane, uSinazo yena wayethanda ikati yakhe, uFluffy. UFluffy wayemnyama enamabala amathathu amhlophe esiswini ...