Isitayile senwele esitsha sikaThandi
Home | Content | Isitayile senwele esitsha sikaThandi

Written stories

Isitayile senwele esitsha sikaThandi

Ngenye imini uThandi waya esikolweni eziva eneentloni. Usisi wakhe omdala wayemfakele iinwele ezifakelweyo ezizibreyidi. UThandi wayezithanda kakhulu kodwa wayenexhala lokuba abanye abantwana baza kumjamela kuba wayohlukile kunesiqhelo.

Kuqala, kweza enye inkwenkwe kuye yatsala enye yeebreyidi zakhe.

‘Zintoni ezi?’ wabuza ehleka.

UThandi waziva efuna ukulila Kwathi ngelo xesha kwaya uZulfah noDavid kuye.

UZulfah wathi, ‘Owu, Thandi…’