isiXhosa | Page 23 | Nal'ibali
Home | Languages | isiXhosa

isiXhosa

Umhlobo osenyongweni kaThoko

“Angeza kudlala nam uJake?” uThoko wabuza uMama. “Ngoyena mhlobo wam ndimthandayo,” utshilo.

“Kulungile,” watsho uMama. “Ukuba nje uMakhulu akasayi kukhathazeka ukunijonga nobabini lo gama mna ndisemsebenzini, oko akusayi kuba ...

Iholide kaHope

“Hurreee, ixesha leeholide liqalile!” ucule watsho uHope. Umama wakhe wahleka waza wayimisa imoto yakhe kwifama kaMme wa Afrika.

“Sifikile!” kukhwaze uJosh akubona u-Afrika kunye nomama wakhe.

“Njengokuba nifikile nje nonke ...

Neo and the big, wide world

UNeo wakroba phandle ngefestile yegumbi lakhe, ejonge ubungwevu nokusibekela kwezulu nezantyalantyala zamanzi ezidame kweso sitalato sibonakala naso singwevu kwakunye nabantu abamanzi nababonakala bengwevu, bekhawuleza kuba bebaleka loo mvula ...

* Read this story aloud to children who are learning to read 
* Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
* Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Igorila egama linguGus

UGus wayeyigorila enkulu. Wayehlala kumyezo wezilwanyana kunye nenye igorila eyayibizwa ngokuba nguGabby. UGus kunye noGabby babenendlwana ababelala kunye kuyo nesitiya esihle ababedlala kuso.

Umgcini-myezo wezilwanyana wayebaphethe kakuhle ...

Izihlangu zetheko zikaKoketso

“Owu! Owu! Owu!” watsho uKoketso.

UMakhulu wayexakeke kakhulu esitovini kangangokuba zange anyeke nokunyeka. “Yintoni Koketso?” ubuze watsho.

“OWWUU! OWWUU! OWWUU!” wakhwaza uKoketso. “Iinyawo zam zibuhlungu. Izihlangu ...

  •  Read this story aloud  to children who are learning to read 
  • Support beginner readers* (7-10 years old) by reading this story with them
  • Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Ukwenza ubuyatha

Posted on March 29th, 2016
Ngenye imini eyayinetha, ilixesha lekhefu labantwana esikolweni, kwanyanzeleka ukuba abantwana mabahlale ngaphakathi eziklasini. Bathi bakugqiba ukutya, abanye abantwana bagqiba kwelokuba benze umdaniso we-hip hop kunye. Kwaba mnandi ke apho de uTara wathi, “Ndiyazi emasikwenze, masidanise ezidesikeni!” Waxhumela edesikeni waze… watyibilika waya kuwa phantsi! ‘Awu, awu, iqatha lam,’ wakhala uTara. ‘Liyaqaqamba!’ Abahlabo bakaTara babaleka ngokukhawuleza...

Isipho sikaSisanda

Yonke imihla xa uSisanda oneminyaka esibhozo efika ekhaya, evela esikolweni, wayekhulula impahla yakhe yesikolo, atye isidlo sakhe sasemini ze adlale umlabalaba kunye notatomkhulu wakhe. Babesonwaba kakhulu xa behambisa “iinkomo” zabo ebhodini ...

  •  Read this story aloud to children who are learning to read 
  • Support beginner readers (7-10 years old) by reading this story with them
  •  Children older than 11 years would enjoy reading this story on their own

Neo and the big, wide world

Posted on February 5th, 2016
Author:
Vianne Venter

Neo looked out the window of his room at the grey view of the grey street with all the wet, grey people hurrying through the grey, pouring rain. He couldn’t go outside, and he had already read all his books to Mbali.

Sisanda’s gift

Posted on February 23rd, 2015
Author:
Gcina Mhloph

Every day when eight-year-old Sisanda gets home from school, she changes out of her uniform, eats her lunch and plays a game of umlabalaba with her grandfather. They have so much fun flying their “cows” around the board that she doesn’t want to stop.