ULerato obhabhayo | Nal'ibali
Home | Content | ULerato obhabhayo

Written stories

ULerato obhabhayo

Ngenye imini kudala kakhulu, intombazana eyayibizwa ngokuba nguLerato yayihamba icanda edlelweni

xa yathi yabona ihagwana encinane ilele cum phantsi kwetyholo. “Heke,” watsho uLerato.

“Siza kutya kamnandi ngokuhlwa nje.” ULerato wayixhakamfula ihagwana, kodwa wamangaliswa kukutswina kwayo ithetha,

“Nceda undiyeke ndihambe! Ndiza kukuhlawula – ndiyihagu enemilingo.”

ULerato wayiqwalasela le hagu emangalisiwe, “Uza kundinika ntoni?” wabuza. “Mhhh, iveki yonke,” yatsho ihagu, “

uya kukwazi ukubhabha njengentaka esibhakabhakeni …