Kudala-dala, kwaye kukho umfama owayebizwa ngokuba nguVusi nowayenamandla kakhulu.
Akukho mntu wayesazi ukuba wenza njani, kodwa kwakulula kuye ukuba athwale iinkomo ezimbini ngaxesha nye.
Ngenye intsasa, wathi xa avukayo uVusi, wabaleka, esehla enyuka ngenxa yenkxalabo yakhe.
“Intsimbi yam yomqala! Ibiwe ngubani intsimbi yam yomqala yobugqi?” wakhwaza esitsho.
“Ngaphandle kwayo ndakuba ndilahlekelwe ngawo onke amandla am, ndize ndifane naye wonke nje umntu!”
Wakhawuleza ukuya ngasefesitileni, wafika xa kanye inkwenkwana iqalisa ukugqotsa, ibaleka…
The Nal’ibali Trust Unit G06, WBHO House 6 Logan Way Pinelands Cape Town, 7430
+27 (0)21 448 6000
Media Enquires
©2024 Nal’ibali. All rights reserved. | Web Design by The Agency.