Follow us

[wrapped_story_translations]

Kudala-dala, ngethuba izigebenga zazizula-zula neenkukhu zikwazi ukuthetha,

kwakukho umfazi ohluphekayo owayehlala nentombi yakhe uTselane kwindlwana yabo encinane.

Njengokuba kwakungekho mntu wokugcina uTselane,

lo mfazi wayenyanzeleka ukuba amshiye yedwa umntwana xa esiya kulima emasimini yonke imihla…

Invest in a nation of readers!