Mandulo phaya, isigebenga esikhohlakeleyo seba abantwana ababini sabenza amakhoboka aso.
Yonke imihla, imini yonke babepheka, becoca baze bahlambe iimpahla zaso ezinukayo.
Isigebenga sasingazange salutshixa ucango, kuba sasizazi ukuba unomyayi,
osisilo-qabane sesigebenga wayengasoze abayeke abantwana bazimele.
Le ntaka yayinamehlo abukhali kakhulu, kwaye yayisixelela isigebenga yonke into eyibonayo.
Kwesikabhadakazi ngabusuku buthile, xa isigebenga sasirhona ngamandla kobunzulu ubuthongo, abantwana bahlala besebezelana.
“Soze sikwazi ukuqhwesha apha!” wasebeza uNeo esitsho kuNunu. “Laa ntaka iya kusixelela isigebenza nje ukuba siqale ukukuzama oko!”
Bacinga okomzuzwana. Waza uNunu wathi, “Ndiyazi, masi …
The Nal’ibali Trust Unit G06, WBHO House 6 Logan Way Pinelands Cape Town, 7430
+27 (0)21 448 6000
Media Enquires
©2024 Nal’ibali. All rights reserved. | Web Design by The Agency.