Follow us

[wrapped_story_translations]

Kudala-dala ilizwe liselitsha, uNkwazi, ukhozi lohlobo olungunomakhwezana, lwabiza zonke iintaka.

“Njengoko nisazi,” watsho, “uBhubesi ingonyama ngukumkani wezilwanyana.

Kodwa kutheni kufuneka ethethele nathi zintaka? Kufuneka sikhethe owethu ukumkani…

kwaye njengokuba ndinobungangamsha, ndithi mayibe ndim lowo!”

Zonke iintaka zaqala ukuxokozela zingxola kwade kwavakala ilizwi lisitsho

ngaphezulu kwamanye …

Invest in a nation of readers!