Ungazithwalisi umthwalo ongaphezukwamandla akho
Posted on August 13th, 2018
Siyabulela Godlwana
Ngenye imini uThixo umdali weZulu neHlabathi nayo yonke indalo ekhoyo ehlabathini, wacela zonke iiNtaka ukuba zibhabhe zize kuye eZulwini. Wathi efike kuqala kuzo izakuba yiNkosi yeNtaka kuzo zonk' ez