Click here to follow us on
(Esi sicengcelezo zingenziwa ngazo zombini iindlela. Singanenkokheli okanye wonke umntu abandakanyeke kumgca ngamnye.) Inkokheli: Ndabona umhambi! Bonke: Ndabona umhambi! Inkokheli: Edlula ngendlela, Bonke: Edlula ngendlela, Inkokheli: Wagragram’uToki! Bonke: Wagragram’uToki! Inkokheli: Ebona umhambi, Bonke: Ebona umhambi, Inkokheli: Edlula ngendlela. Bonke: Edlula ngendlela.