Click here to follow us on
Katana katana! Katana katana! Uvelaphi katana? Ndivel’ edolophini, Ubuyothenga ntoni? Bendiyotheng’umnqwazi. Umnqwazi! Umnqwazi! Yho! Ndaza ndayibon’ikat’ethwel’umnqwazi. Yho! Ndaza ndayibon’ikat’ethwel’umnqwazi.