Written stories
ukungamameli akwakhi
ukungamameli akwakhi usipho yinkwekwana ayayi ngafuni kwenzanto umama wakhe waye ngafuni nova ke ngomntana wakhe waye mthethelela noba wenze into engalunganga wathatha imali katata khe phofu lenkwenkwe yayithu nyiwe into awayenza wathenga ilekese xa ebuya wathi imali iladlekile utata wakhe wayesazi ukuba lomntana uya xoka nge dlela anga mameli ngayo abahlobo baka sipho bafika kulo sipho bengazi ukuthi imali usipho uyibile yavela nja lo inyani