Home | Story Library | Your stories

Your stories

Want to submit your own stories? Check out our selection of poems, stories and writings created by you - or send us your own here! 

Izivubeko Zobom

Posted on August 20th, 2016
Xhantilomzi
Season 1 . (Intshayelelo) (Isishwankathelo Sika Season 1) . UKUPHILA OKUNETHEMBA . . Eli bali lingentwazana eselula kakhulu egama linguZuziwe,uZuziwe ngumntwana obuvileyo ubuhlungu nobunzima bomhlaba eneminyaka elishumi enesixhenxe kuphela....Ubehlala noMakhulu wakhe engazange wambona uMama wakhe ngamehlo wenyama esazi uMakhulu wakhe kuphela ubenomntwana wakowabo oneniminyaka eMihlanu kuphela kowabo bebehlala kwityotyombana nje elinamagumbi amabini kuphela bephila ngeNkam_nkam esuka kuMakhulu...

Boikokobetso

Posted on August 7th, 2016
Albert
Boikokobetso Kgale kgale ko morago o be o ena le lesogana leo lebe le bitswa ka leina bare ke Thabo. Thabo o be ana le bagwera ba babedi e lego Thato le Tshepo. Thato le Tshepo babe baetswa ka malapeng ao anago le sa bona mola Thabo aetswa lapeleng lago...

USiqwentshu noZukile

Posted on July 31st, 2016
Pelisa Matshanga
USIQWENTSHU NOZUKILE Kudala-dala kwayekukho umzi omkhulu owawuzele yimfuyo kwakungekho hlobo lemfuyo yasekhaya eyayingekho apho, abantwana balapha babeyithanda lemfuyo ikwangabo nabayinakekelayo. uZukile omnye wonyana balapha nongoyena umncinci kubo, wayezithandela amahobe ehleli nje uyaqiniseka ukuba uwapha ukutya ngexesha lawo awavulele ehokweni kwaye aqiniseke uba anamanzi acocekileyo ngamaxesha onke. Nangona ayeligquba lamashumi amathathu lamahobe kodwa...